[00:00.307]Ndiyowafumana ph' amagama anokuxelela
[00:04.291]Sthandwa ukuba ndikuthanda kanjani?
[00:08.672]Nadaya phesheya kolwandle
[00:10.877]Azange ndamfumana okhanya njengelanga lakho
[00:17.976]
[00:24.465]Ndak 'thulel' intyatyambo
[00:26.736]Hayi!
[00:27.865]Oluhambo alusapheli my dali
[00:32.458]Ndakwenzel' izibele
[00:34.576]Manje ukhatele sewukholiwe my baby?
[00:39.645]Ndikuthanda njengobisi
[00:42.528]Ndikuthanda nje ngelizwi
[00:44.733]Ndikuthanda nje ngothando lwakho
[00:48.756]Ndiyakuthanda xa umdala
[00:50.841]Ndicel undiph' utando lwakho
[00:56.937]Ma'cheri my cheroe
[01:13.859]
[01:28.395]Sabhek etown mna nomababy
[01:32.689]Ulovie bamthanda kanjani
[01:36.748]Bamqab ibhotolo, bamtyisa irolo
[01:41.003]Hayi!
[01:41.691]Uyakhany umababy
[01:43.634]Ma'cheri my cherie
[01:47.930]Sath' ukubuyel ekhaya phofu nawe uyazi
[01:50.428]Uthando aluphelelanga enqondweni
[01:52.801]Undithembile udali
[01:54.521]Akanasiyali
[01:55.946]Xana singen embedweni
[01:57.202]